Ndize
Ndihambile, ndibonile
Bandixelele bandinikile
Ndingafunanga ndingabuzanga

Ndiza ndiza
Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yam
Uzuyenze msulwa yona
Ndiza ndiza
Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yam
Uzuyenze msulwa yona

Ndizam'kucinga aha
Ndiyahluleka aha
Ingqondo yam, iyakhawuleza
Kuyehla kuyasa
Kum uyafana
Ndonakele hee

Ndiza ndiza
Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yam
Uzuyenze msulwa yona
Ndiza ndiza
Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yam
Uzuyenze msulwa yona