Ndize Ndihambile, ndibonile Bandixelele bandinikile Ndingafunanga ndingabuzanga Ndiza ndiza Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yam Uzuyenze msulwa yona Ndiza ndiza Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yam Uzuyenze msulwa yona Ndizam'kucinga aha Ndiyahluleka aha Ingqondo yam, iyakhawuleza Kuyehla kuyasa Kum uyafana Ndonakele hee Ndiza ndiza Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yam Uzuyenze msulwa yona Ndiza ndiza Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yam Uzuyenze msulwa yona