ndandisemnyameni ndingaboni nalomnyango kwabalek' iinsuku ndikhangela indlela yophuma kwenzek' ismanga amaphupho afezeka kwavela kwalunga yonk' into ndancedwa yinkolo nentsebenzo noguqa ngedolo kubawo hhayi into ingawe yabona bayaphanda abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho into ingawe yabona bayaphanda abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho into ingawe yabona bayaphanda abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho into ingawe yabona bayaphanda abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho into ingawe, ndiwelela ilizwe lenkuthazo isthembiso kungaphel' amandla ndiwelela ilizwe lenkuthazo isthembiso kungaphel' amandla iminqweno yethu ivakele intando anayo ingango lwandle ingomso lethu liyathembisa kumele sikwazi ukubekezela kwenzek' ismanga amaphupho afezeka kwavela kwalunga yonk' into ndancedwa yinkolo nentsebenzo noguqa ngedolo kubawo hhayi into ingawe yabona bayaphanda abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho into ingawe yabona bayaphanda abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho into ingawe yabona bayaphanda abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho into ingawe yabona bayaphanda abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho ndiwelela ilizwe lenkuthazo isthembiso kungaphel' amandla ndiwelela ilizwe lenkuthazo isthembiso kungaphel' amandla ndiwelela ilizwe lenkuthazo isthembiso ukuvuka kungaphel' amadla